Xhosa
stringlengths 1
500
| sentiment
stringclasses 2
values | __index_level_0__
int64 0
1.5M
|
---|---|---|
Usezandleni zikaThixo, endimnqulayo. " | Positive | 0 |
Uthi: "Ndiyakuthanda ukuxelela abanye ngenyaniso. | Positive | 1 |
Siya kumenzela ntoni na udade wethu mhla kuya kuthethwa ngaye?" | Negative | 2 |
Abanye kusenokwenzeka abazange batsho la mazwi ngqo, sekunjalo bafunga phambi koThixo. | Positive | 3 |
ngenyaniso akufundise yona? | Positive | 4 |
Oko yoka mawa djodjo eeeh Ngonda ay imene heinhein, | Positive | 5 |
Inyaniso yeyokuba singqongwe bubungqina bobukho boMdali onobulumko, amandla, nothando. | Positive | 6 |
UNowa wayengumshumayeli wobulungisa, kodwa ke abantu abaninzi abazange bamphulaphule. | Negative | 7 |
Uze uqiniseke ukuba uyamshumayeza engekahambi." | Positive | 8 |
Ke ngoko, thabatha abakhonzi benkosi yakho, uze umsukele, kungenjalo unokufumana izixeko ezinqatyisiweyo, usabe kuthi. | Positive | 9 |
Kwaye ndiyazi okokuba ziya kulondolozwa; kuba kukho izinto ezinkulu ezibhalwe kuwo, ezimalunga nezinto zabantu bam nabazalwana babo abaya bkugwetywa ngazo ngomhla omkhulu nowokugqibela, ngokwelizwi likaThixo elibhaliweyo. | Positive | 10 |
Ewe kona, ukutshabalalisa abo bavukeli kwakuza kuyiphelisa tu imvukelo yabo. | Negative | 11 |
Kutheni uThixo wabajonga njengabantu abamkhonza ngentliziyo epheleleyo, ibe sinokufana njani nabo? | Positive | 12 |
UMtyholi wayesithi, ukuba abantu baphulaphula yena, baza konwaba. | Negative | 13 |
Kwelinye icala, abantu baseNinive babengenawo umnqophiso wolwalamano noThixo. | Negative | 14 |
Ngaphandle koko, izibhalo zazinokuthi wayeza kuba semva komyalelo ka-Aron. | Negative | 15 |
Kutheni uThixo evumela zonke ezi zinto zimbi zenzeke xa enawo amandla okuziphelisa? | Negative | 16 |
Ili ee mne dala drugaya? | Negative | 17 |
Abantu abafileyo baza kuvuswa ebudeni beminyaka eliwaka. | Negative | 18 |
Indlela oncedakala ngayo: UThixo ukuthembisa ubomi obungunaphakade ukuba uye wamazi. | Positive | 19 |
Kuba imini nobusuku isandla sakho sasinzima phezu kwam." | Positive | 20 |
Thina na injongo enkosi yakho uhlobo kwaye uhlobo unxibelelwano. | Positive | 21 |
Ubaphe ukudla abamoyikayo; Uwukhumbule ngonaphakade umnqophiso wakhe. | Positive | 22 |
Ukususela kumaxesha akudala, abantu babehlanganisana ukuze banqule yaye bafunde ngoThixo. | Positive | 23 |
Ndandiza kubathini abantwana bam?" - UJanet, waseMerika. | Negative | 24 |
Sinolwazi oluchanileyo ngeLizwi lakhe ibe simqonda kakuhle yena kunye neenjongo zakhe. | Positive | 25 |
Baninzi abathi kumphefumlo wam, Akunalusindiso kuThixo. | Negative | 26 |
Ekukhanyeni kokusa bayakwenza, ngokuba kusemandleni ezandla zabo. | Positive | 27 |
Uya kuya noko esizukulwaneni sooyise; Abayikukubona ukukhanya naphakade. | Negative | 28 |
Yena nentsapho yakhe bazama ukwenza okulungileyo emehlweni kaThixo. | Negative | 29 |
UYesu wathembisa ukuzinika (inkwenkwezi yasekuseni) kwabo babemelana neendlela zakhe ezimbi. | Positive | 30 |
"Wathandazela amaqabane akhe." | Positive | 31 |
Ziziphi iingxaki abaye bajamelana nazo abantu abaninzi, kodwa banqwenela ntoni abakhonzi bakaThixo? | Negative | 32 |
Kwaye ukusukela ngoku, uya kumazi, nimbonile ke. | Positive | 33 |
Wayekunye noThixo ngaphambi kokuba nayiphi na into idalwe, ngoko ke, ithatha inxaxheba ekudalweni. | Positive | 34 |
Amanye amaKristu aye enza isono esinzulu aziva engenakuxolelwa nguThixo. | Negative | 35 |
UEliyezere wayehamba nezinye izicaka zika-Abraham. | Positive | 36 |
lonjezo la Mbuye wanga nloona. | Positive | 37 |
Ekubeni kwakukudala lisaziwa igama likaThixo, yintoni kanye le wayefuna ukuyazi uMoses? | Negative | 38 |
Ndaphendula okokuba ingelosi kaThixo ityhile oko kuye. | Positive | 39 |
Kaloku yena unguNyana kaThixo; yaye uThixo uyakwazi konke. | Positive | 40 |
UNyana kaThixo wancama yonke into, kuquka ubomi bakhe, ukuze alungiselele abanye. | Positive | 41 |
Kuba le yindlela uThixo unyule abantu, xa besiva iindaba ezilungileyo. | Positive | 42 |
Akakho kuthi okhe wambona uThixo okanye wabona xa kudalwa into. | Negative | 43 |
Ukuba wayekhethe ukuthobela uThixo, wayeza kuphila ngonaphakade kwiParadesi esemhlabeni. | Positive | 44 |
Ngoko, cinga ngaLowo wazidalayo ezi zinto. | Positive | 45 |
Kwaye ke wabafunzela ngaloo nyaka ngenxa yemfuyo yabo. | Positive | 46 |
kwaye ngentando yakho zabakho kwaye zadalwa. " | Positive | 47 |
Singatjho njani bona uZimu uberegisa iingilozi zakhe neenceku zakhe ezisephasini ukuphendula imithandazo yethu? | Negative | 48 |
Sikulinde ngamehl' abomvu ukuzaliseka kwesithembiso sikaThixo esithi: 'Kuya kubakho ukudla okuziinkozo okuninzi emhlabeni.' | Negative | 49 |
Siya kuhamba nawe ukuya kubantu bakowenu.' | Positive | 50 |
Ndadibana nabazalwana bam sele bebuya kwintsasa elandelayo." | Positive | 51 |
Watsho wazi nokuba lonke uluntu lwahlukanisiwe noThixo. | Negative | 52 |
"Yintoni endiyenzile kuwe ukuba undibethe ezi zihlandlo ezintathu?" | Negative | 53 |
eebee's Products: | Positive | 54 |
Okanye ngaba uyalazi ixesha elimisiweyo lokuba zizale? | Negative | 55 |
Abo barhoxa kuwe baya kubhalwa emhlabeni. | Positive | 56 |
Xa abangendawo benqunyulwa, uya kubona." | Positive | 57 |
IZibhalo zithi: "UThixo wethu usemazulwini; yonk' into ayoliswa kukuyenza uyenzile." | Positive | 58 |
Phofu, ngoku ufuna ukubuyela kwiqela elisebenzisa olunye ulwimi!" | Negative | 59 |
Intliziyo yam ikholose ngaye, yaye ndincediwe, ukuze intliziyo yam igcobe." | Positive | 60 |
Uyabakhokela abantu bakhe ukuze bakwazi ukufumana ubomi obungunaphakade nokuze basinde kwiingozi. | Positive | 61 |
Ngoko ke akuyi ukuba ukubhala walihlahlisa yemisinga ukuba anikholelwa. | Negative | 62 |
Zothi ke zonke iintlanga, Kungenxa yantoni na, ukuba uYehova enjenje kweli lizwe? | Negative | 63 |
Kwaye Wayehlala endlwini yenkosi yakhe, | Positive | 64 |
Indithumele ukuze wena uphinde ufumane ukubona, uzaliswe nanguMoya oyiNgcwele." | Positive | 65 |
ubenze bavuye endlwini yam yokuthandaza; | Positive | 66 |
Loo nto iza kukunceda wazi ukuba uYehova ulindele ukuba wenze ntoni nokuba uye wabanceda njani abakhonzi bakhe ngaphambili. | Positive | 67 |
Ukuze umsebenzi wethu usikelelwe ngOsenyangweni, | Positive | 68 |
Egameni lam, baya kukhupha iidemon. | Negative | 69 |
Khawucinge nangoko kwathethwa yindoda ethembekileyo uYobhi, owathi: "Ndenze umnqophiso namehlo am. | Positive | 70 |
UMoses wanceda abanye ukuze babe nokholo kuThixo. | Positive | 71 |
"Ngubani lo owenza mnyama isiluleko ngamazwi angenalwazi na? | Negative | 72 |
Njengomntu oselula, maxa wambi usenokoyika ukuthobela imiyalelo kaThixo. | Negative | 73 |
Babesazi ukuba baza kufa ukuba bayamona uThixo. | Negative | 74 |
UPawulos wathi: "Sinqwenela ukuziphatha ngokunyaniseka kwizinto zonke." | Positive | 75 |
Enoba ufuna ukwenza ntoni na enkonzweni kaThixo, kuza kufuneka ube nendlela yokuziphilisa. | Negative | 76 |
Abaninzi beyiseka ukuba wayebafundisa inyaniso, baze "baba ngamakholwa." | Positive | 77 |
Njengoko kuvuswa abafileyo, umhlaba uya kuzaliswa luvuyo olungazange lwakhona. | Positive | 78 |
Iya kuqiniseka njengenyanga ngonaphakade; Ingqina lasesibhakabhakeni lithembekile. | Positive | 79 |
Kodwa azizange ziphinde zibe ziingelosi zikaThixo, ngoko zaba ziingelosi zikaSathana, okanye iidemon. | Negative | 80 |
Umntu ngamnye ke (ubuncinane) omnye izizathu ukuba blame. | Negative | 81 |
Abantu bakhangele ukubona oko wenzayo kwiimeko kuba ukhanya lukaThixo kubo. | Positive | 82 |
Wathi: "Ukucoceka kwale holo kuyahambelana nonqulo lwenu." | Positive | 83 |
Simenza buhlungu uThixo ukuba sithandaza komnye umntu, iingcwele okanye iingelosi. | Positive | 84 |
Unoyolo yaye ungcwele lowo unesabelo eluvukweni lokuqala! | Positive | 85 |
Wakhetha abo bamoyikayo uThixo, abathembekileyo nabanokuthenjwa. | Positive | 86 |
Iilwimi zinokuba ngumqondiso kubantu abangakholwayo. | Positive | 87 |
Kwaye bonke abantu bomhlaba baya kurhoxa emthunzini wakhe, umshiye. | Negative | 88 |
Amakholwa, ayikhwaz' eyoyika kub' enkwanty' ukuqwengwa, | Negative | 89 |
Kungekudala wafumanisa ukuba ayikho nenye kuzo eyayisenza yonke into efundiswa liLizwi likaThixo. | Negative | 90 |
Ezo zinto zimele izigwebo zakho nanamhla, Ngokuba iinto zonke zingabakhonzi bakho. | Positive | 91 |
Wayibeka uAron phambi kwesingqino, ukuba igcinwe. | Positive | 92 |
Wasukeleni ngokukhawuleza, kuba niza kuwafumana." | Positive | 93 |
Eso sithembiso siza kwenzeka nyhani phantsi koBukumkani BukaThixo. | Positive | 94 |
Kodwa ngobulumko bukaThixo, ahlala ekhuselekile ezandleni zam, ndada ngawo ndabe ndikuphumezile oko kwakufuneka esandleni sam. | Positive | 95 |
Uyambona na omnye wabo enqula phambi kwesithixo? | Negative | 96 |
Kwakhona, asithandabuzi ukuba uNowa wachazela abantu ngekuphela kwendlela yokusinda, ephinda amazwi kaThixo athi: "Umele ungene emkhombeni." | Negative | 97 |
Akathandi namnye kuthi ukuba enzakale okanye atshabalale. | Positive | 98 |
Badla ke, kwaye bekukho ezingakumbi, Ngokuvumelana nelizwi leNkosi. | Negative | 99 |
Xhosa Sentiment Corpus
Dataset Description
This dataset contains sentiment-labeled text data in Xhosa for binary sentiment classification (Positive/Negative). Sentiments are extracted and processed from the English meanings of the sentences using DistilBERT for sentiment classification. The dataset is part of a larger collection of African language sentiment analysis resources.
Dataset Statistics
- Total samples: 1,499,997
- Positive sentiment: 841785 (56.1%)
- Negative sentiment: 658212 (43.9%)
Dataset Structure
Data Fields
- Text Column: Contains the original text in Xhosa
- sentiment: Sentiment label (Positive or Negative only)
Data Splits
This dataset contains a single split with all the processed data.
Data Processing
The sentiment labels were generated using:
- Model:
distilbert-base-uncased-finetuned-sst-2-english
- Processing: Batch processing with optimization for efficiency
- Deduplication: Duplicate entries were removed based on text content
- Filtering: Only Positive and Negative sentiments retained for binary classification
Usage
from datasets import load_dataset
# Load the dataset
dataset = load_dataset("michsethowusu/xhosa-sentiments-corpus")
# Access the data
print(dataset['train'][0])
# Check sentiment distribution
from collections import Counter
sentiments = [item['sentiment'] for item in dataset['train']]
print(Counter(sentiments))
Use Cases
This dataset is ideal for:
- Binary sentiment classification tasks
- Training sentiment analysis models for Xhosa
- Cross-lingual sentiment analysis research
- African language NLP model development
Citation
If you use this dataset in your research, please cite:
@dataset{xhosa_sentiments_corpus,
title={Xhosa Sentiment Corpus},
author={Mich-Seth Owusu},
year={2025},
url={https://huggingface.co/datasets/michsethowusu/xhosa-sentiments-corpus}
}
License
This dataset is released under the MIT License.
Contact
For questions or issues regarding this dataset, please open an issue on the dataset repository.
Dataset Creation
Date: 2025-07-02 Processing Pipeline: Automated sentiment analysis using HuggingFace Transformers Quality Control: Deduplication, batch processing optimizations, and binary sentiment filtering applied
- Downloads last month
- 0